Emaphupeni

By Kelvin Momo

On Amukelani

Released on December 9, 2022

8K Views

Thumbnail

[Chorus: Makhanj]

Ndibona wena emaphupeni

Ndikulindile nase'kuseni

Ndicela uze la kimi

Ziveze kimi

Ndifuna ubona undibambe eb'sweni

Ndibona wena emaphupeni

Ndikulindile nase'kuseni

Ndicela uze la kimi

Ziveze kimi

Ndifuna ubona undibambe eb'sweni


[Post-Chorus: Babalwa M]

Ndicinga ngawe

Njalo imihla yonke (Hayi imihla yonke)

Ndicinga ngawe

Njalo imihla yonke

Bayazi nabadala

Umasibulisana

Kudala ndithi izapha

Bayazi nabadala

Umasibulisana

Kudala ndithi izapha


[Verse 1: Babalwa M]

Dali wami

Andikwazi nokulala (Andikwazi nokulala)

Ndivuswa ngama phupho ngawe

Ndifisa ukuhlala nawe (Ndisa ukuhlala nawe)

Ungenza ngibe namahloni (Ungenza ngibe namahloni)

Ngiyacwayiza (Ngiyacwayiza)

Ngiyacwayiza

Ungenza ngibe namahloni

Ngiyacwayiza (Ngiyacwayiza)

Ngiyamoyiza

Dali wami

Andikwazi nokulala

Ndivuswa ngama phupho ngawe

Ndifisa ukuhlala ngawe

Ungеnza ngibe namahloni

Ngiyamoyiza

Ayi ayi ayi eh


[Chorus: Makhanj]

Ndibona wena еmaphupeni

Ngikulindile nase'kuseni

Ndicela uze la kimi

Ziveze kimi

Ndifuna ubona undibambe eb'sweni

Ndibona wena emaphupeni ndikulindile nase'kuseni

Ndicela uze la kimi

Ziveze kimi

Ndifuna ubona undibambe eb'sweni


[Verse 2: Makhanj]

Ndikhulule

Khulule

Awuboni?

Uyang'phazamisa

Khulule

Khulule

Awuboni?

Uyang'phazamisa, andilali

Ebusuku ndibona wena k'phela

Andisazi

Ndingenzani na, ndingenzani na

Sondela la kimi

Ndiyakufuna, ndiyakufuna


[Chorus: Makhanj]

Ndibona wena emaphupeni

Ndikulindile nase'kuseni

Ndicela uze la kimi

Ziveze kimi

Ndifuna ubona undibambe eb'sweni

Ndibona wena emaphupeni

Ndikulindile nase'kuseni

Ndicela uze la kimi

Ziveze kimi

Ndifuna ubona undibambe eb'sweni


[Refrain: Babalwa M]

Ndicinga ngawe

Njalo imihla yonke (Hayi imihla yonke)

Ndicinga ngawe

Njalo imihla yonke (Hayi imihla yonke)

Bayazi nabadala

Umasibulisana

Kudala ndithi izapha

Bayazi nabadala

Umasibulisana

Kudala ndithi izapha