Released on December 4, 2020

Thumbnail

[Intro: Bongeziwe Mabandla]

Ndiyingqwele ndimnyama kanjena

Ndiyinqqwele ndimnyama kanjena

Ndiyingqagrama ndimnyama kanjena

Ndiyingqagrama ndimnyama kanjena

Ndiyingqwele ndimnyama kanjena

Ndiyingqwele ndimnyama kanjena


[Chorus: Bongeziwe Mabandla]

Ndandigayazi ukuba ndingubanina

Ndilindel' omunyu umuntu

Andixelele

Omunye muntu, omunyu muntu, omunyu munt'

Andixelele

Ndandigayazi ukuba ndingubanina

Ndilindel' omunyu umuntu

Andixelele

Omunye muntu, omunyu muntu, omunyu munt'

Andixelele


[Bridge: Bongeziwe Mabandla]

Mna

Ndiphuma kuyo

Imfazwe enzima

Kungekho

Mncedi endinaye

Kuzo zonke

Iintshaba zelilizwe

Akusekhonto

Ndiyoyikayo