Lomntana

By Stepdaddy

Released on January 24, 2020

Thumbnail

[Hook]

Mina ndamthanda lomntana

Mina ndzomtshata lomntana

Ndzomtshata

Ndamthanda lomntana

Mina ndamthanda lomntana ndyamthanda

Ndzamtshata lomntana

Mina ndzomtshata lomntana ndzamtshata

Ndamthanda ndamthanda ndzomtshata (Ewe)


[Verse 1]

Ndamthanda lomntana, andizenzi (Zenzi)

U sweet u girl like candy (Candy)

Dammit ufanele udaddy (Daddy)

Ndifuna umthengela ibentley

Dammit ufanele udaddy man (daddy man)

Funa kwenzi ibenky man (Hauw)

I’ve got goosebumps on this lady man (Lady man)

Ewe ndayithanda lemedi x 2 (Ewe)

Nina niyayi user lemedi (Ewe)

Alpha kawenzie usister wemedi

Mna ndzothumu umgxhongo (Umgxhongo)

Sthuthe inkomo (inkomo)

Noba zimbini


[Hook]

Mina ndamthanda lomntana

Mina ndzomtshata lomntana

Ndzomtshata

Ndamthanda lomntana

Mina ndamthanda lomntana ndyamthanda

Ndzamtshata lomntana

Mina ndzomtshata lomntana ndzamtshata

Ndamthanda ndamthanda ndzomtshata


[Verse 2]

Vumile vumile mungcina

Wathi ewe x 2 (Ewe)

Thuthi inkomo

Uyozi faka ebuhlanti buka tata

Ndaya ndibaleka (Baleka)

Ndayo landa ubhomoyi (Ubhomoyi)

Ndathi bhomoyi masiye (Masiye)

Nam ndamfuna lomfazi (Lomfazi)

Ndifuna umfaka msesane

Zoze ndiyeke umama wabantwana bam

Zoze ndiyeke uzondiphathela indlalifa (Indlalifa)

Hey yea yeah


[Hook]

Mina ndamthanda lomntana

Mina ndzomtshata lomntana

Ndzomtshata

Ndamthanda lomntana

Mina ndamthanda lomntana ndyamthanda

Ndzamtshata lomntana

Mina ndzomtshata lomntana ndzamtshata

Ndamthanda ndamthanda ndzomtshata


[Outro]

Dammit ufanele udaddy man (daddy man)

Funa kwenzi ibenky man (Hauw)

I’ve got goosebumps on this lady man (Lady man)

Ewe ndayithanda lemedi (Ewe)

Lo mzimba x 4