Released on October 17, 2025

5K Views

Thumbnail

[Verse]

Thabatha umphefumlo wami

Wuthabathele kuWe

Intliziyo yam ifuna Wena

Andisoze ndikulahle

Inceba yakho mayinethe kuthi

Ibe livumb'elimnandi

Nomthwalo wam, ndiwuphosa kuWe

Andisoze ndikulahle

Ndinqwenela kufezek'umbhalo

Ezomhlaba zonke ziphele nya

Iintlungu nokufa zotshabalala ezulwini

Ndinqwenela kufezek'umbhalo

Ezomhlaba zonke ziphele nya

Iintlungu nokufa zotshabalala ezulwini

Iintlungu nokufa zotshabalala ezulwini

Iintlungu nokufa zotshabalala ezulwini

Ndayame kuY'ezingalweni

Ndithembe olothando lwakho

Lundithwale kwiinkxwaleko zobubomi

Ndibubungqina bamandla aloThixo